Indoda

Indoda is another term for God🥲


Indoda yinkulu yehlabathi.



Inyathi

Inyathi is a Xhosa and Zulu word for a buffalo.


Inyathi ibuzwa kwabayaziyo.



Ingwe

Ingwe in a Xhosa and Zulu word for a leopard.


Ingwe idla ngamabala.



Intusi

Intusi sisithetha-ntonye sobisi. Intusi is Milk in isiXhosa dialect.


Intusi yesizwe isengwa ezinkomeni zelali.



Inganekwane

Izinganekwane izingxoxo ezazixoxwa ogogo/omama/omkhulu Kanye nobaba.Zaxoxelwa abantwana ngesikhathi sakudala.


Umama uxoxela izingane zakhe inganekwane.


Pronunciation:
by Siyanda Ndima

Itopi

Itopi is a Xhosa slang term for an old person or old man.


I still cant believe ndishiywe litopi elidala.



ilolo

ilolo is a Xhosa term for a loner.


Mna ndililolo, andinamntu.

I am a loner, I have no one.



Intashi

cocaine(bad quality) that originates from KZN (KwaZulu Natal) mostly Durban and PMB


labafana babhema intashi

- these boys smoke intashi



Is not make sure

To say that something is not good, not convincing, an overreach or delusional at the worst.


Ay this new Amapiano dance trend on TikTok is not make sure.



Igali

Igali is a term used in parts of the Eastern Cape to refer to a shack.


Igali lam liyavuza.




© 2020 Africtionary®