Zambian Kwacha
Currency of Zambia (ZMW) issued by the Bank of Zambia. 1 Kwacha = 100 ngwee.
Kwacha means "dawn" in Nyanja, symbolizing a new beginning.
Umgxobhozo
Umgxobhozo yindawo echifichifi ngenxa yodaka namanzi, emva kokuba kunethe imvula ngamandla.
In English umgxobhozo is a swamp.
Ngenxa yokuqhuba amatakane, uyise kaThando uthe dyumpu emgxobhozweni.